Uluka 11:2 XHO75

2 Uthe ke yena kubo, Xa sukuba nithandaza, yithini, Bawo wethu osemazulwini, malingcwaliswe igama lakho. Mabufike ubukumkani bakho. Makwenziwe ukuthanda kwakho nasemhlabeni, njengokuba kusenziwa emazulwini.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:2 kwimeko