Uluka 11:22 XHO75

22 kodwa xa lithe elinamandla kunalo lalifikela, laleyisa, lilihlutha sonke isikrweqe salo elabe likholose ngaso, liwabe amaxhoba alo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:22 kwimeko