Uluka 11:24 XHO75

24 Xa umoya ongcolileyo uthe waphuma emntwini, ucanda ezindaweni ezingenamanzi, ufuna ukuphumla; uze wakuba ungakufumani, usuke uthi, Ndiya kubuyela endlwini yam, endaphuma kuyo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:24 kwimeko