Uluka 11:32 XHO75

32 Amadoda aseNineve aya kusuka eme ngomgwebo nesi sizukulwana, asigwebe; kuba aguquka wona ngomemezo lukaYona; ukanti ke omkhulu kunoYona nanku apha.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:32 kwimeko