Uluka 11:42 XHO75

42 Yeha, nina baFarisi! Ngokuba ninikela izishumi zetyeleba nezenxina nezemifuno yonke, nize nidlule kuwo umgwebo nokuthanda uThixo; ezi ndawo ke benimelwe kukuthi nizenze, nithi neziya ningazishiyi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 11

imbono Uluka 11:42 kwimeko