Uluka 12:1 XHO75

1 Phakathi koko, kuthe akubon' ukuba ahlanganisene ndawonye amawakawaka abantu, ngokokude banyathelane, waqala ukuthi kubafundi bakhe, Phambi kwako konke, lilumkeleni igwele labaFarisi, eliluhanahaniso.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:1 kwimeko