Uluka 12:11 XHO75

11 Xa sukuba ke benizisa ezindlwini zesikhungu, nakwizilawuli, nakwabanegunya, ize ningaxhaleli ukuba ningáziphendulela ngokunjani na, nangantoni na, nokuba ningáthethani na.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:11 kwimeko