Uluka 12:24 XHO75

24 Qondani ngamahlungulu la, ngokuba akahlwayeli, akavuni; kuwo akukho qonga navimba, kanti noko uThixo uyawondla; nina nibeke phi na ke, ukuzigqitha iintaka!

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:24 kwimeko