Uluka 12:27 XHO75

27 Qondani ngeenyibiba, ukuhluma kwazo; azibulaleki, azisonti nokusonta; ndithi ke kuni, Naye uSolomon, kubo bonke ubunewunewu bakhe, wayengavathanga nanjenganye yazo ezi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:27 kwimeko