Uluka 12:48 XHO75

48 ke yena obengazi, wenza ke okufanele imivumbo, uya kutyatyulwa ibe mbalwa. Kubo bonke abanikwe okukhulu, kuya kufunwa okukhulu kubo; nakulowo kubekwe okukhulu kuye, kuya kubizwa okungaphezulu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:48 kwimeko