Uluka 12:53 XHO75

53 Kuya kubambana uyise nonyana, unyana noyise; unina nentombi, intombi nonina; uninazala nomolokazana, umolokazana noninazala.

funda isahluko epheleleyo Uluka 12

imbono Uluka 12:53 kwimeko