17 Akubon' ukuba uyazithetha ezo ndawo, badaniswa bonke abachasene naye; zathi zonke izihlwele zavuya ngazo zonke izinto ezizukileyo ezenziwa nguye.
funda isahluko epheleleyo Uluka 13
imbono Uluka 13:17 kwimeko