Uluka 13:35 XHO75

35 Yabonani, indlu yenu ishiywa nani ízé. Inene, ndithi ke kuni. Aniyi kuba sandibona, kude kufike ixesha eniya kuthi, Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 13

imbono Uluka 13:35 kwimeko