Uluka 14:28 XHO75

28 Kuba nguwuphi na kuni othi, ethanda ukwakha inqaba, angàkhe ahlale phantsi kuqala, abale indleko, ukuba unazo na izinto zokuyigqiba?

funda isahluko epheleleyo Uluka 14

imbono Uluka 14:28 kwimeko