Uluka 15:4 XHO75

4 Nguwuphi na umntu kuni othi, enekhulu lezimvu, ize kulahleke enye kuzo, angazishiyi ezingamashumi asithoba anesithoba entlango, asinge kuleyo ilahlekileyo, ade ayifumane?

funda isahluko epheleleyo Uluka 15

imbono Uluka 15:4 kwimeko