Uluka 15:7 XHO75

7 Ndithi kuni, ngokukwanjalo kuya kubakho uvuyo emazulwini ngomoni eba mnye oguqukayo, kunamashumi asithoba anesithoba amalungisa, angaswele nguquko.

funda isahluko epheleleyo Uluka 15

imbono Uluka 15:7 kwimeko