Uluka 16:1 XHO75

1 Ke kaloku, wayesithi nakubafundi bakhe, Kwaye kukho umntu othile osisityebi, obenegosa; laza lona lancethezwa kuye, ukuba lingoyichithayo impahla yakhe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 16

imbono Uluka 16:1 kwimeko