Uluka 16:16 XHO75

16 Yayingumthetho nabaprofeti kwada kwakuYohane; kuselokoko, ubukumkani bukaThixo buyashunyayelwa, bonke bayangena kubo ngokugonyamela.

funda isahluko epheleleyo Uluka 16

imbono Uluka 16:16 kwimeko