Uluka 16:26 XHO75

26 Kananjalo ngaphandle kwale nto yonke, phakathi kwethu nani kuthiwe zinzi umsantsa omkhulu, ukuze aba bathanda ukuphumela, besuka apha besiya kuni, bangabi nako; bathi nabalapho, bangabi nakuwelela kuthi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 16

imbono Uluka 16:26 kwimeko