Uluka 17:20 XHO75

20 Ke kaloku, akubuzwa ngabaFarisi ukuba ubukumkani bukaThixo buya kufika nini na, wabaphendula wathi, Ubukumkani bukaThixo abufiki bunokulolongeka.

funda isahluko epheleleyo Uluka 17

imbono Uluka 17:20 kwimeko