22 Wathi ke kubo abafundi, Kuya kufika mihla, niya kunqwenela ngayo ukuwubona noko umnye umhla woNyana woMntu, ningawuboni;
funda isahluko epheleleyo Uluka 17
imbono Uluka 17:22 kwimeko