Uluka 17:37 XHO75

37 Baphendula bathi kuye, Phi na, Nkosi? Ithe ke yona kubo, Apho sikhona isidumbu, aya kuhlanganisana khona amaxhalanga.

funda isahluko epheleleyo Uluka 17

imbono Uluka 17:37 kwimeko