Uluka 18:16 XHO75

16 Ke yena uYesu wazibizela kuye, wathi, Bavumeleni abantwana beze kum, ningabaleli; kuba ubukumkani bukaThixo bubobabo banjalo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 18

imbono Uluka 18:16 kwimeko