Uluka 18:8 XHO75

8 Ndithi kuni, Uya kubalungisa, abakhulule kamsinya. Kodwa ke akufika uNyana woMntu, wolufumana na ke ukholo ehlabathini apha?

funda isahluko epheleleyo Uluka 18

imbono Uluka 18:8 kwimeko