Uluka 19:17 XHO75

17 Uthe kuye, Hee ke, mkhonzi ulungileyo; ngokuba wàba nokuthembeka entweni encinanana, yiba negunya kwimizi elishumi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 19

imbono Uluka 19:17 kwimeko