Uluka 19:44 XHO75

44 zikukhahlele phantsi wena, nabantwana bakho phakathi kwakho; zingashiyi nelitye phezu kwelitye phakathi kwakho, ngenxa enokuba ungalazanga ixesha lokuvelelwa kwakho.

funda isahluko epheleleyo Uluka 19

imbono Uluka 19:44 kwimeko