Uluka 2:10 XHO75

10 Isithunywa eso sathi kubo, Musani ukoyika; kuba, yabonani, ndinishumayeza iindaba ezilungileyo zovuyo olukhulu, oluya kuba kubo bonke bantu;

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:10 kwimeko