Uluka 2:37 XHO75

37 Waye yena engumhlolokazi ominyaka ngathi imashumi asibhozo anaminé, obengemki etempileni, ekhonza uThixo ngokuzila ukudla nangokukhunga ubusuku nemini.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:37 kwimeko