Uluka 2:4 XHO75

4 Wenyuka ke noYosefu, evela kwelaseGalili, kumzi oyiNazarete, waya kwelakwaYuda, emzini kaDavide, ekuthiwa yiBhetelehem, ngenxa yokuba ebengowendlu kaDavide, engowemizalwane yakhe;

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:4 kwimeko