Uluka 2:40 XHO75

40 Ke kaloku wakhula umntwana, waya esomelela emoyeni, ezele bubulumko; lwaye nobabalo lukaThixo luphezu kwakhe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:40 kwimeko