Uluka 2:44 XHO75

44 Babengazi ke uYosefu nonina. Babeba ke bona usemkhokweni wabahambi, bahamba uhambo lwamini-nye; bamana bemfuna phakathi kwemizalwana, naphakathi kwabazana nabo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:44 kwimeko