Uluka 2:51 XHO75

51 Wehla nabo, waya kufika eNazarete, wabalulamela. Wamana ukuzigcina ke unina zonke ezo ndawo entliziyweni yakhe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:51 kwimeko