Uluka 2:7 XHO75

7 Wamzala unyana wakhe wamazibulo, wamsongela eziqhiyeni, wamlalisa emkhumbini wesitali, ngenxa enokuba babengenandawo endlwini yabahambi.

funda isahluko epheleleyo Uluka 2

imbono Uluka 2:7 kwimeko