Uluka 20:6 XHO75

6 Ukuba ke sithe, Lwaphuma ebantwini, bonke abantu bosigibisela ngamatye; kuba beyisekile ukuba uYohane ungumprofeti.

funda isahluko epheleleyo Uluka 20

imbono Uluka 20:6 kwimeko