Uluka 21:12 XHO75

12 Ngaphambili ke kwazo zonke ezo zinto, baya kunísa izandla, banitshutshise, beninikela ezindlwini zesikhungu nasezintolongweni, nisiwe phambi kookumkani neerhuluneli ngenxa yegama lam.

funda isahluko epheleleyo Uluka 21

imbono Uluka 21:12 kwimeko