Uluka 21:21 XHO75

21 Ngelo xa mabathi abakwelakwaYuda basabele ezintabeni, nabo baphakathi kwayo mabaphume bemke, nabo basemaphandleni mabangangeni kuyo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 21

imbono Uluka 21:21 kwimeko