Uluka 21:4 XHO75

4 kuba bonke aba baphose eminikelweni kaThixo, bethabatha kwintabalala yabo; ukanti lo, ekusweleni kwakhe, uphose yonke impilo abenayo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 21

imbono Uluka 21:4 kwimeko