Uluka 21:7 XHO75

7 Bambuza ke besithi, Mfundisi, ziya kubakho nini na ke ezi zinto? Úya kuba yintoni na nomqondiso, xa ngaba ezi zinto ziza kubakho?

funda isahluko epheleleyo Uluka 21

imbono Uluka 21:7 kwimeko