Uluka 22:47 XHO75

47 Ke kaloku, akubon' ukuba usathetha, kwathi gqi indimbane, waye nalowo kuthiwa nguYuda, omnye weshumi elinababini, ehamba phambi kwabo; wasondela kuYesu eza kumanga.

funda isahluko epheleleyo Uluka 22

imbono Uluka 22:47 kwimeko