Uluka 23:35 XHO75

35 Baye bemi abantu bebonela. Babemsinekela ke nabaphathi bamaYuda kunye nabo, besithi, Wabasindisa abanye; makazisindise, ukuba lo unguye uKristu, umnyulwa kaThixo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:35 kwimeko