Uluka 23:41 XHO75

41 Thina ke okunene sigwetywe ngobulungisa, kuba samkela okufanele esakwenzayo; kodwa yena lo akenzanga nto ingendawo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:41 kwimeko