Uluka 23:44 XHO75

44 Ke kaloku, kwakumalunga nelixa lesithandathu, kwaza kwakho ubumnyama phezu kwawo umhlaba uphela, kwada kwaba lilixa lesithoba.

funda isahluko epheleleyo Uluka 23

imbono Uluka 23:44 kwimeko