Uluka 24:19 XHO75

19 Wathi kubo, Zìphi na? Bathi ke bona kuye, EzingoYesu waseNazarete, obeyindoda engumprofeti, enobunkunkqele ekwenzeni nasekuthetheni, phambi koThixo nabo bonke abantu;

funda isahluko epheleleyo Uluka 24

imbono Uluka 24:19 kwimeko