Uluka 24:39 XHO75

39 Khangelani izandla zam neenyawo zam, ngokuba ndim kanye; ndicofeni, nikhangele; ngokuba umshologu awunanyama namathambo, njengokuba nindibona ndinawo mna.

funda isahluko epheleleyo Uluka 24

imbono Uluka 24:39 kwimeko