Uluka 3:22 XHO75

22 wehla phezu kwakhe uMoya oyiNgcwele, enembonakalo yomzimba onjengehobe. Kweza nezwi eliphuma ezulwini lisithi, Wena unguNyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguwe.

funda isahluko epheleleyo Uluka 3

imbono Uluka 3:22 kwimeko