Uluka 3:8 XHO75

8 Velisani ngoko iziqhamo eziyifaneleyo inguquko; ize ningaqali nithi ngaphakathi kwenu, Thina sinobawo uAbraham: kuba ndithi kuni, Unako uThixo kuwo la matye ukumvelisela abantwana uAbraham.

funda isahluko epheleleyo Uluka 3

imbono Uluka 3:8 kwimeko