Uluka 4:17 XHO75

17 Wanikelwa incwadi kaIsaya umprofeti, wathi, akuba eyitwabulule incwadi leyo, wafumana indawo le kubhalwe kuyo kwathiwa,

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:17 kwimeko