Uluka 4:27 XHO75

27 Kanjalo babebaninzi abaneqhenqa kwaSirayeli ngexesha likaElisha umprofeti; kanti ke akuhlanjululwanga namnye kubo, yaba nguNahaman umSiriya kwaba kuphela.

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:27 kwimeko