Uluka 4:42 XHO75

42 Kwakusa, waphuma waya endaweni eyintlango; zaye izihlwele zimfuna, zada zaza kufika kuye; zazimbambezela ukuba angemki kuzo.

funda isahluko epheleleyo Uluka 4

imbono Uluka 4:42 kwimeko