Uluka 5:10 XHO75

10 Baba kwanjalo ke noYakobi noYohane, oonyana bakaZebhedi, ababengamadlelane noSimon.UYesu wathi kuSimon, Musa ukoyika; uya kuthabathela kweli xesha ubambisa abantu.

funda isahluko epheleleyo Uluka 5

imbono Uluka 5:10 kwimeko